
onendlebe eyatsha yaphela. Ndakwazi nokukhulula ibhulukhwe
yam eyayisitsha. Emva koko ndazimela ehlathini amapolisa endifuna ngethotshi efuna ukubona ukuba ndisatsha na. Awabona amadangatye omlilo acinga ukuba ndim otshayo kanti livili lizitshela lodwa.
Emva kwexesha elimalunga nemizuzu eli-10 uVusi weva imoto yamapolisa isuka ihamba. Wahamba apho ehlathini malunga nomgama oyikhilomitha de wayofika eNazareth. Umnini womzi wokuqala afikelela kuwo uVusi wamthatha ngemoto wamsa kwisibhedlele esikufutshane saseMarianhill.
UVusi wafika esibhedlele wafakwa kwigumbi labagula kakhulu apho wahlala iveki yonke, waza emva koko wathunyelwa kwisibhedlele saseKing Edward. Watyandwa kane khona ngaphambi kokuba agqithiselwe kwisibhedlele saseClairwood. Wachitha phantse iinyanga ezintlanu esibhedlele.
Ngokutsho kwegqwetha lakhe, uBheki Mthethwa, uVusi watsha kanobom emzimbeni yaye unengxaki yePost Traumatic Stress Disorder. Wenzakala kangangokuba usafuna ukuxilongwa rhoqo.
Wathi akukhululwa esibhedlele wagqiba ekubeni awamangalele
amapolisa amenzakalisayo. Amapolisa amahlanu abekwa ityala lokuzama ukubulala ngoMatshi ka-1992.
Inkundla kamantyi yasePinetown yafumana ingqalelo kwihlabathi liphela ngenxa yelo tyala. Kwakufika iintatheli ezivela kwiindawo ngeendawo zizobhala ngelo tyala.
Siwiswe isigwebo salo emva kweenyanga ezisibhozo lithethwa.
Kwityala ekwathiwa lelokubethwa ngokugqithisileyo kukaVusi Phiri, uMark Alan Lucy, uSimon Gerald Coetzee noBradford Brown emnye wagwetywa iinyanga ezili-18 etsala entolongweni. Kodwa bagxothwa kwangelo xesha.
Amanye amapolisa amabini ayekho xa kwakutshiswa uVusi, uDavid Potgieter noPiere Laubscher, bafunyanwa benetyala lokubakho xa kubethwa umntu laza lilinye lahlawuliswa ama-R500 okanye avalelwe iintsuku ezingama-50 entolongweni (sigwebo eso sarhoxiselwa ukuba angafunyanwa enetyala iminyaka emihlanu).
Lo mapolisa mabini asaqhubeka nomsebenzi wawo wobupolisa kwiSAPS.
Into eyamangalisayo kukuba onke loo mapolisa abhena kwizigwebo zawo
- ezazibonakala kuVusi izizohlwayo ezincinane gqitha. Loo mapolisa akhululwa ngebheyili yama-R500 lilinye.
Ndayibona ingafanelekanga into yokuba abantu ababekelwe ukukhusela uluntu banokwenza ulwaphulo-mthetho olunjcilo baze bangohlwaywa, utshilo uVusi owayefunda ibanga leMatriki xa wehlelwa lelo lishwa.
Xa ebemangalela uMphathiswa Wamapolisa efuna ukuba ahlawulwe ngokwenzakala kwakhe, bavumelene ngaphandle kwenkundla ukuba ahlawulwe i-R170 000.
Ukususela kwelo tyala, uMark Allan Lucy noBradford Brown bayitsiba imida yeli yaye kukholelwa ekubeni base-England.

UVusi yena kusafuneka ayokwenziwa olunye utyando endlebeni yaye akasakwazi ukwenza ezinye zezinto owayezithanda. Akasanako ukudlala ibhola okanye ukuhamba umgama omde xa kushushu.

Abahlobo bakhe basafuna ohlaywe amapolisa enzakalisa umhlobo wabo. Omnye wabo uthe, Ndifuna urhulumente athabathe amanyathelo angqongqo ngale meko. Andinakuwavumela tu amapolisa andibambe. Kuya kufuneka andibulale kuqala ukuze ahambe nam.
Libali elibi gqitha eli ngamapolisa axakekileyo sithetha nje ezama ukwamkeleka eluntwini asebenza kulo. 





USALOMAR CATINE ngumfana waseMozambique onama26 eminyaka ongunobhala wenkampani yomgodi yaye ufundisa abantu isiNgesi kwihostele ahlala kuyo. Unqwenela ukubhalelwa ngabafana naziintombi zalo noluphi na uhlanga, zamazwe ngamazwe aseAfrika. Uthanda ukufunda, ukuphana izipho nabantu, ukuphulaphula unomathotholo nomculo opholileyo. Mbhaleleni ngeNgesi kule dilesi Box 1546, Ventersport No 1, Room 184. Westonaria, 1780.


U-ALICE MOYO yintombazana eneminyaka engama-23 yaye unqwenela ukubhalelwa ngabantu abaneminyaka engama-21 kuse kwengcima-40. Uthanda ukuya ecaweni, ukubukela umabonakude nokufunda iincwadi. Ungambhalela ngesiNgesi okanye ngesixhosa. Uthumele ifoto kwincwadi yakho yokuqala

 U-ALLAN CHINKHATA
ungumfana ongatshatanga onama-31 eminyaka ubudala onqwenela ukubhalelwa ngamabhinqa namadoda. Uthanda ukuthandaza, ukuzenzela abahlobo, ukufota, ukuphana nabantu izipho, ukubukela umabonakude nokuphulaphula umculo. Ncedani nimbhalele ngesiNgesi yaye nithumele ifoto kwincwadi yokuqala. Nantsi idilesi yakhe Box 13, Likuni, Lilongwe, Malawi.

 U-MAZONDE ungumfana onama-28 ongatshatanga waseMalawi onqwenela ukubhalelwa ngamadoda namabhinqa aneminyaka eli-15 kuse kwengama-45. Uthanda ukubhala iincwadi, ukufunda iimagazini namaphepha-ndaba, ibhola ekhatywayo, umculo, ichess nokubaliselana izinto zobomi nabanye abantu. Uya kuziphendula zonke iincwadi ezibhalwe ngesiNgesi zathunyelwa kule dilesi Lever Brothers (Malawi) Ltd, N.S.D. Department, Box 5151, Limbe, Malawi.

 UPETSE ngumfana one-19 leminyaka othanda iifilim, ukudlala ibhola, ukubaleka kugqatso lwecross-country, ukubhala iincwadi, ukudibana nabantu nokutyelela iindawo ngeendawo. Unqwenela ukubhaleiwa nangubani na oneminyaka eli-14 kuse kwengama-20 ngesiNgesi okanye ngesiXhosa. Uthembisa ukuziphendula zonke iincwadi azibhalelweyo kwidilesi yakhe ethi 24 Somerset Street, Dagbreek Welkom, 9459.

 U-DAISY MADLALA unqwenela ukubhalelwa ngabafana abaneminyaka engama-23 kuse kwengama-33. Uthanda ukufunda, ukuphulaphula umculo, ukuya ecaweni nokutyeleia iindawo ngeendawo. Unokumbhalela ngesiSuthu okanye ngesiNgesi, uthumele nefoto yakho kule dilesi Box 19338, Bloemspruit, 9364, Bloemfontein.




UARMAS ZONAKY
uyintombazana eneminyaka eli-12. Unqwenela ukubhalelwa ngabantu baseyurophu, eAsia nasechina. Uthanda ukuphulaphula unomathotholo, ukufunda, inetball nokubaleka. Unqwenela ukubhalelwa ngamantombazana aziintanga zakhe. Ancede athumele ifoto kwincwadi yokuqala ayibhalele kule dilesi Kambelo High Secondary School, Box 719. Oshakati-Wes, Namibia.


BONA XHOSA - June 1995
Aba bantu bafunisa ngabahlobo okanye
ngezizalwane ezilahlekileyo. Xa ningabanceda bafumane ababathandayo ncedani babhaleleni ngqo ngolwazi eninalo. Uncedo lwenu luya kubuleleka kakhulu


KHANINDIFUNISE uZUKISWA
noBUSISWA MATOMELA. Unina
ulangazelela ukubabona. Xa usazi ukuthi bandawoni kwaye bangaqhagamshelwa njani khawuqhagamshelane noSindiswa Mbane P.O. Box 86, Telle Bridges, Sterkspruit, 5565.

 NDIFUNISA ngomhlobo wam ULUCY NDLELA waselady Free. Ndamgqibela ngo-1981. Ukuba uyamazi apho akhoyo nendlela yokuqhagamshelana naye, khawubhalele uJohn Ngcweka, Box 20, Hermanus, 7200.

KHANINDIFUNISE uWHITNEY MANGALISO
waseBurgersdorp. Ndamgqibela xa wayesebenza ePort Alfred. Ndisenazo iimpahla zakhe, ukuba yena okanye izalamane zakhe zingathanda ukuzilanda, makabhalele uGladys Kweyiya, 22847 Makaya, 7784, Cape Town okanye afonele kule nombolo
(021) 3622170.

NDIFUNISA ngOTHEKO PATPICK
TSEPHE endamgqibelo ngoApril 1991. Ukuba uyamazi apho akhoyo, khawuqhagamshelane noBemard Tsepho okanye uTsepiso Lennox Tsephe, Boiketlo Store, P.O. Box 38, Matatiele, 4730.

 SIFUNISA ngOSAPHO LWAKWATHAFENI phaya eMount Fletcher. Ukuba uyalwazi apho lukhoyo, khawuqhagamshelane noSimon okanye uBhobho Thafeni, Qhobosheaneng Cafe, Box 208, M.T.E., 4730.



 KHANINDIFUNISE abazali bam. tata wam nguVAKALISA QOBA. Ukubo uyamazi apho akhoyo khawuqhagamshelane nozinikele Qoba, Cougar Construction, 21 Benetta Crescent, New Holmes, 3201.

 NDIFUNISA ngomhlobo wam uMICHAEL SUNDA wasethabong, Welkom. Ukuba uyamazi apho akhoyo, khawuqhagamshelane noGladys Qopa, 35 Newton Extention, Grahamstown, 6140.


KHANINDIFUNISE uSILENCE NDUMISO PHANGO Ukuba uyamazi apho akhoyo, khawuqhagamshelane noMrs Nonkululeko Joni, 42 Generai Dandas Zwide, Port Elizabeth,
6201.


KHANINDIFUNISE uZIMISELE
MABOMA Ukuba uyamazi apho akhoyo khawubhalele uNomfundiso Mabona, 4 Avenue St Leon, Bcinty Bay, 8001.


NDIFUNSA ngoCOTOM APLENI,
ndimgqibele ehlala eDan House eNew Castle. Asazi enoba usaphila kusini na. Ukuba uyamazi apho akhoyo, nendawo ekunokudityanwa naye kuyo khawubhalele uWiniwe Apleni, No. 66 NU1 Mdantsane, 5219.

KHANINDIFUNISE USMORDEN ULA. Ukuba uyamazi apho
akhoyo khawuqhagamshelane noTembisa Mabekebeke, Cacadu Store, P.O. Box 224, Tabankutu, 4860.


NDIFUNISA ngOLINNITH MBULI,
umongikazi obesebenza eTsolo Hospital ngo-1 988. Ukuba uyamazi apho akhoyo khawubhalele uMaxabandile Mbobo, p.o. BOx 15, Herschet,
5542.



 NDIFUNISA ngoLINDILE SKHONDE nOTHEMBANI SKHONDE. Nabani na obaziyo apho bakhoyo makaqhagamshelane noNomnikelo Mpindwana, 18 Peugon Street, Horizon Park Roodeport, 1724.



22 BONA XHOSA  1995
Akukho nto yimbi ethandwa nguVuyi ebomini ngaphandle kokukhulisa abatlwana bakhe. Apha kuyamvuyisa ukuwola uNokwakha.




PHANTSE qho ebusuku uVuyi Gama
oyinzwakazi ubonakala kwiCCVTV echazela ababukeli ngeenkqubo eziza kuvela, ekunye nomsasazi uKurt Egelhof.
Kanti ke indoda yakhe uWinston Gama, ungumdlali owaziwayo ekwangumdlali oqeshiweyo owadlala indawo ka- Motsie (imbethi-manqindi) kwifilim yeminyaka yoo-70 - usaphumle kwezolonwabo uhleli kwifama yakhe asandul'ukuyithenga.
Oku kundikhwankqise nangakumbi akundichazela ukuthi akakho kwifama yezolimo. Ifama endiyithengileyo eyi-10 hektare eWalkerville, cebu kuhle eRhawutini, yeyokufuya iinkuku, igusha neenkomo.
Ndisabuya kwiqonga lezolonwabo okwangoku ndixakekile ndigqibezela ukubhala umdlalo wam, efiIim yawo iza kufotwa kule fama. Asizukuqeshwa iindawo nezinto zokufota ifilim. Yonk'

ISIBINI
ESINESIPHIWO
SAKWAGAMA!
Ububle bukaVuyi noWinston Motsie Gama bubalalasele, kanti
okubuxhasayo ziziphiwo nobuchopho babo., UBONGANI
HLATSHWAYO ukhe wabangcambazisa. Kufote uTHEMBA NKOS1.


into ilapha, utshilo. Ngunyaka wesibini lo uVusi
engumsasazi ochaza okuza kuqhubeka, lo ngumsebenzi omcel'umngeni. Uthe: Ukusebenza nabantu abahlukahlukeneyo, ukudibana neengqondo ezahlukeneyo nezimo zengqondo kucel umngeni kum.
Ndonwaba gqitha xa kufuneka nditshintshe uhlobo umntu olulo -njengababukeli yonke imihla.
Ababukeli sukuba bediniwe bevela emsebenzini, ndimele ndibonwabise, oku ndiyakuthanda, utshilo.
Ngokuqinisekileyo, xa uVuyi emi phambi kwezo khamera zinkulu -intsapho yakhe - ebalulekileyo kuye - ithe ntsho kumabonakude ngokunjalo nabahlobo bakhe.
Kuthi xa bebala beza kusifota ndiwenze umzamo wokuba ndiphume ndibang'umdla.
Ndinenkolo kubugcisa bokuthetha, ubuhle nendlela yokuthetha nababukeli nto leyo ebangela uzuze iintliziyo zabo,
Ndikulumkele kakhulu ukuba ndingabi mdala, kanti kwangaxeshanye ndingabi
ngumntwana ukwenzela ababukeli bam. Ngenxa yokuceba kwangaphambili esikwenza kunye noKurt ndilumke gqitha, undithele thsuphe oko.









16 BONA XHOSA - June 1995

REAL FLAVOUR - NO BITE.

		BONA XHOSA - June 1995 17

	S/1

		BONA XHOSA - June 995 23UBoy, uVuy4 uNokwakha noWinston Gama beziphumelele kwigumbi lokubutha.4UVuyi Gama ugcakamele ilanga kwffama yabo eseWalkerville naban!wana bakhe abaThalhu ufanoza, uNokwakha noBoy.Okwangoku, uWinston ukhullsa imivundla, ubonisa unyana wakhe uBoy indlela yokubamba ezi zilwanyana. Kungekudala ffama yakhe iza kuba neenkomo, iigusha neenkuku.UVui ukwazile ukuhlata emhie enomzimba osempilweni ngokujoyina indod akhe uWinston, kwindawo yakhe yokwenza imithambo. Ukwadize nokuba akayi kakhulu kumatheko, kwaye akasebenzisi zithambisi-lusu.Kwi-l 0 leminyaka eiidlulileyo bendinje, ndiza kuhlala ndinje kuma-20 eminyaka ezayo. Konke kokosapho - kowethu nakolwendoda yam.Kodwa ndimele ndithi endikuxeielwe nguwinston kukuba ndibe ngulo mntu ndinguye -kundizuzisile kuba uVuyi ombona nomva kumabonwakude ikwanguvuyi ombona esitratweni, utsho uVuyi.Xa umbona esitratweni, naphi na, uya kuphawula ukuthi unxiba okundilisekileyo, okunomfaneieko nokwexabiso, uthctnda iimoto ezintle nezexabiso.Kwabo baza kuba ngabasasazi unecebiso. Uthe: Ngumsebenzi omhle, kuluia ukugqwesa kodwci akulula ukuhlaia ugqwesa. Hlala ungulo mntu unguye.

